IJerusalem

From Wikipedia
Jump to: navigation, search
iSkyline saseJerusalem

IJerusalem yenye yezixeko ezindala apha emhlabeni apho abantu bathe bahlala khona ngokusisigxina. Kwiinkolo ezininzi sibaluleke kakhulu esi sixeko. amaJuda ayibona iJerusalem njengesixeko esingcwele kuba ibisaya kuba liziko lenkolo yabo kunye nezopolotiko ngamaxesha eBhayibhile. Kukwayindawo apho iTempile kaThixo imikhona. AmaKhrestu ayibona iJerusalem njengendawo eNgcwele kuba zonke izinto ezazisenzeka neziganeko ngobomi bukaYesu Khrestu zeenzeka phaya. amaMoslem akholelwa ekubeni umProfethi uMuhammad wavuka esuka kwakule ndawo waya ezulwini.

Omabini la mazwe, kwaSirayeliIsrael nasePalestine abanga iJerusalem njengeikomkhulu lelizwe. Onke amanye amazwe kunye nezizwe ezimanyeneyo, masithi Umntla-weJerusalem inxalenye yakwaSirayeli ize impuma Jerusalem yona ibe yinxalenye ye Palestina.[1][2][3][4] Kuba ingabonwa nje ngelizwe eliphantsi kwalo naliphi na elinye ilizwe okwaku, esi sixeko asinawo amaziko ozakuzo. amazwe amaninzi anamaziko awo ozakuzo eTel Aviv naseRamallah.[5][6]

  1. "Israel plans 1,300 East Jerusalem Jewish settler homes" BBC News 9 November 2010 "East Jerusalem is regarded as occupied Palestinian territory by the international community, but Israel says it is part of its territory." 
  2. "The status of Jerusalem" The Question of Palestine & the United Nations United Nations Department of Public Information "East Jerusalem has been considered, by both the General Assembly and the Security Council, as part of the occupied Palestinian territory." 
  3. Israeli authorities back 600 new East Jerusalem homes BBC 26 February 2010
  4. Resolution 298 September 25, 1971: "Recalling its resolutions... concerning measures and actions by Israel designed to change the status of the Israeli-occupied section of Jerusalem,..."
  5. "Israel". CIA Factbook. date. https://www.cia.gov/library/publications/the-world-factbook/geos/is.html. Retrieved 5 November 2012.
  6. "Israel". United Nations. date.