Jump to content

IFort Hare

Livela

Ngo-1837, amaNgesi aphinde akha iFort Glamorgan kwiWest Bank yase -East London, eyathi yandityaniswa neCape Colony kwangaloo nyaka. Yinxalenye yoluhlu lweenqaba ezenziwa ngamaNgesi, kubandakanya iFort Murray, iFort White, [1] iFort Cox, iFort Hare, kunye neFort Willshire, kummandla okanye kwindawo eyaziwa ngokuba yiBritish Kaffraria .

Ngomhla wama-29 kweyoMnga ngo-1850, ngexesha leMfazwe yomda weSibhozo namaXhosa, malunga nama-220 amajoni aseBritane anyanzelwa ukuba abuyele eFort Hare belandela ungaphumeleli komzamo wokukhulula uSir Harry Smith, owayerhangqiwe okanye exiniwe eFort Cox. [2]

  1. "Grahamstown forts posts and signal stations" archived from the original on 2011-09-03 Unknown parameter |url-status= ignored (help)
  2. "Conducted tours, guided Transfers, historical tours, battlefield tours South Africa's Eastern Cape" archived from the original on 2012-03-21 retrieved 2012-11-14 Unknown parameter |url-status= ignored (help)