I-uranium

From Wikipedia
Jump to navigation Jump to search
intwana ye-uranium kwisitya se-glasi

I-Uranium yi-Khemikhali (imetal) kwi-periodic table. ine-atomic number engunombolo 92, into ethetha okokuba i-atom ye-uranium inee-protons ezingama-92 kumphakathi wayo obizwa ngokuba y-i-nucleus. I-Uranium eyombiwa emhlabeni izakwenziwa kwii-isotopes zentlobo ze-uranium ezintathu ezinamanani eeneutrons ezahlukeneyo kwii-nuclei zazo: Inkoliso yayo y-iranium-238; i-uranium-235 ayixhaphakanga kangako; i-uranium-234 yeyona inqabe kakhulu. I-Pitchblende yeyona ingundoqo eyembelwa i-uranium.