I-scavenger

Livela
I-Sarcophaga nodosa, uhlobo lwesinambuzane senyama sisitya inyama ebolayo.

Ukuzondla ngezinto ezifileyo kubhekisa kwiintlobo ezimbini zokuzondla ezizii- carnivorous kunye nee- herbivorous apho i-scavenger ziphila ngokuzondla ngezilwanyana nezityalo. [1] Isilwanyana esitya inyama yesilwana esifana naso eso senzo sibizwa ngokuba yi-cannibalism. I-Scavengers sidlala indima ebaluleke kakhulu kw[i-ecosystem]] ngokutya izilwanyana nezityalo ezifileyo. Izichumisi kunye nemibungu edla izinto ezifileyo enje ngeempethu zithi zigqibezele ezo zilwanyana kunye nezityalo ezifileyo, ngokuthi ziqwele amalungwana okanye nantoni engatyiwanga sisi-scarvenger kweso silwanyana okanye kweso sityalo.

Imithombo[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

  1. Getz, W. (2011). Biomass transformation webs provide a unified approach to consumer–resource modelling. Ecology Letters, Template:Doi.