I-ecology

From Wikipedia
Jump to: navigation, search

I-ecology (from Template:Lang-el, "house"; -λογία, "study of"Template:Cref2) sisifundo sobunzululwazi esifunda nzulu ngempilo nokuhlalisana kwemihla ngemihla kwezidalwa eziphefumlayo kwiindawo eziphila kuzo. Sisifundo esikwicandelo le-interdisciplinary esidibanisa i-biology kunye ne-Earth science. I-ecology idibanisa intlalo yemihla ngemihla yee-organisms ikwachaza ngokubanzi okokuba zidityaniswa yintoni kanye ezi-organisms nezinye, nee-abiotic components zee-environment zazo. Izihloko ezinika umdla kubantu abafunda nge-ecology ziquka [[e i-diversity, i-distribution, isixa se-(biomass), kunye nenani le (population) yee-organisms ezithile; kwakunye nendlela eziphilisana nezikhuphisana ngazo zona ngokwazo nakwindawo eziphila kuzo.