I-chromosome

From Wikipedia
Jump to: navigation, search
Umzobo wemetaphase owenziwe kubini nangokuxinanisa kwchromosome yeeukaryotic.
(1) i-Chromatid – enye yamalungu amabini e-chromosome emva kokuba kophindaphindo
(2) Centromere – apho zinyathele khona ez-ichromatids zimbini.
(3) ingalo emfutshane. (4) ingalo ende.
Ii-Chromosomes zombungu we-nonbiting midge, belungisiweyo nenamachaphaza
Ii-chromosomes ze-Drosophila melanogaster polytene. oku kubonisa i-chromosome emva kokuba yothuswe yinto etshisayo