I-Orlando Pirates FC
I-Orlando Pirates Football Club, libizwa ngokuba yiPirates, yiqela lebhola ekhatywayo laseMzantsi Afrika elise-Orlando, eGoli elidlala kwizinga eliphuzulu lebhola ekhadini eMzantsi Afrika elibizwa ngokuba I-Betway Premiership. Eli qela lidlala imidlalo yalo yasekhaya E-Orlando Amstel Arena eGoli.[1]
Leli Qembu lasekwa ngomha wama-1937 kwaye ekuqaleni yayisekelwe e-Orlando, eSoweto. [2] I-Orlando Pirates yabaliQembu lokuqala ukusukela oko kwasekwa iPremier Soccer League ngomhla wama-1996 ukuphumelela iindebe ezintathu ezinkulu kwisizini enye ngokulandelelanayo, emva kokuphumelela i -ABSA Premiership yeligi yasekhaya, iNedbank Cup yendebe yasekhaya kunye neTop 8 Cup MTN 8 ngexesha lesizini ye-ABSA Premiership ka-2010-11 kunye ne-ABSA Premiership yeligi yasekhaya, iLeague Cup Telkom Knockout kunye neTop 8 Cup MTN 8 ngexesha lesizini ye-ABSA Premiership ka-2011-12. [3] Lelinye lamaqela amabini kuphela aseMzantsi Afrika kunyeeMamelodi Sundowns ukuphumelela iCAF Champions League, abayiphumeleleyo ngo-1995, Kwaye baze batyiwa kwelamanqamu kwiCAF Champions League ka-2013 . [4]
- ↑ Ditlotlhobolo, Austin (23 June 2021) "How did Orlando Pirates get their name?" Goalpedia archived from the original on 23 June 2021 retrieved 17 November 2023 Unknown parameter
|url-status=ignored (help) - ↑ "History – Chapter 1: A)Orlando Pirates are famously known for being the first South African team to win the African Champions League in 1995. BUILDING THE HOUSE OF PIRATES (1937–59)" OrlandoPiratesFC.com Orlando Pirates FC archived from the original on 28 July 2011 retrieved 15 May 2010 Unknown parameter
|url-status=ignored (help) - ↑ "Orlando Pirates clinch treble" News24 archived from the original on 30 June 2017 retrieved 12 August 2011 Unknown parameter
|url-status=ignored (help) - ↑ "al-ahly-s-eighth-star-in-2013" al-ahly-s-eighth-star-in-2013 (in en-GB) retrieved 2025-01-06