Jump to content

Amathala eencwadi eYunivesithi yaseKapa

Livela

 

Amathala eencwadi eYunivesithi yaseKapa (amaThala eencwadi e-UCT) yinkqubo yethala leencwadi yeYunivesithi eKapa, eMzantsi Afrika .

Malunga nomthamo onesigidi esi-1.2 kunye nangaphezulu kwe-100,500 woshicilelo lwejenali ezirhunyelweyo ezifumanekayo kulamathala. Uphando -lwe Africana lufumaneka kwi Candelo leeNgqokelela eziKhethekileyo gxebe Special Collection. Kwaye luqulathe iimonographs ezininzi, iiperiodicals, i-ephemera kunye nemithombo yemultimedia. [1]

Lamathala eencwadi aqulathe amacandelo abalaseleyo kwizifundo eziquka Izifundo zaseAfrika, ezoRhwebo, iZiko loPhuhliso lweMfundo ePhakamileyo, ezoBunjineli kunye ne Built environment, Amanqaku apapashiweyo ka Rhulumente gxebe Government Publications, Ezemplilo gxebe Health Science, Humanities, ezomthetho Law neNzululwazi gxebe Science. [2]

Kananjalo lamathala eencwadi ase-UCT anamasebe asibhozo afumaneka kwiikhampasi ezahlukeneyo zase-UCT. IThala leeNcwadi i Chancellelor Oppenheimer, laziwa ngokuba yhi "Main Library", ekumbindi ophezulu wekhampasi yase-UCT. Elithala linikezela ngenkonzo kuma masebe ezifundo, ezinjenge Science , Engineering, Cormmerce, Humanities kunye neZiko loPhuhliso lweMfundo ePhakamileyo. Amathala eencwadi amasebe ezifundo, ngezifundo afunyanwa kufutshane namaziko anikezela ngenkonzo kuwo.

  1. "About the Libraries | Libraries" www.lib.uct.ac.za (in English) retrieved 2018-10-12
  2. "UCT Fact sheets UCT Libraries" retrieved 2019-01-16