I-square

Livela
I-square nee-diagonals zaso.  

I-square yindlela yokumila apho amacala amane ento alingana gingci, kwaye zone iikona zaloo  zikwiqondo lama-90. ngesiNgesi ke kuthiwa zizii-'right angles'.    .  Ii-diagonals ze-quare zisoloko zinqumla (zisenza umnqamlezo) kwii-right angles.  I-angle ephakathi kwayo nayiphi na i-diagonal  nekwicala le-square iba kwiqondo lama-45 (ama45 degrees). Omane amacala e-square angumceph'ucandiwe, oko kuthetha okokuba afana nqwa. ungabangasijikeleza macalana onke, uyakufika eyinto enye xa ewonke loo macala aso, ngesiNgesi kuthiwa sine-rotational symmetry yamacala amane. Sinemigca emine ye-regular symmetry.

I-square luhlobo lwe-rectangle olumacala alo alingana onke ngobude. Kodwa nangona kunjalo, qaphela okokuba nakuba i-quare siluhlobo lwe rectangle, i-rectangle akudingeki ukuba mayide ibe s-isquare. 


Ii-Formulas[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

  • I-Area: u- w² apho u-w emele ubude balo naliphi na icala. 
  • I-Area: i-½d² apho u-d emele ubude be-diagonal, itno ethetha okokuba ubude bomgca ukusuka kwenye ikona ukuya kwenye. 
  • I-Perimeter: 4w where w represents the length of any side.
  • I-Perimeter: yi-4d÷sqrt(2) apho u-d emele ubude be-diagonal, ize ke yona i-sqrt(n) ithethe i-square root sika n.
  • I-diagonal iyalingana ne-square root sazo zombini, zize ziphindwa-phindwe ngobude balo  naliphi na icala.