Utshintsho lwesine

From Wikipedia
Jump to: navigation, search

Utshintsho lwesini yinkqubo yokutshintsha isini somnye ukuze sihambelane nemvakalelo yangaphakathi yesini somnye- umbono wokuba kuthetha ntoni na ukuba yindoda okanye umfazi. Kubatshintshi bezini, oku kubandakanya utyando lwesini kwaye isini sabo esitsha sichasene nesiya sokuzalwa; kwabantu abasini singaphakathi kwahlukile kunokuba babekhulisiwe; kwabalangazelela isini ayisosikhomokazi ingebobudoda kuphela. Abatshintshi beempahla , abarhuqi ziinkosazana nabarhuqi ziinkosi badla ngokungatshintshi sini, ngohlobo lokuba izini abazinqwenelayo zisoloko zithathwa okwethutyana. Utshintsho lwesini maluqale nesigqibo somntu sokutshintsha, ngokuxhonkonxwa yimvakalelo yokuba isini esilanda ubuntu bakhe ayingqinelani nesini sakhe sokuzalwa.

Personal tools
Namespaces

Variants
Actions
Navigation
Toolbox