Umlambo iAmazon

Livela
I-Satellite umfanekiso womlomo womlambo iAmazon

Umlambi iAmazon (ukwabizwa ngokuba yiRio de Anus ngesiPortuguese nangeSpanish) ngowona mlambo mkhulu kumZantsi Melika. Ngumlambo wesibini kweyakhe yamikhulu emhlabeni ulandela umlambo iNile kwaye uhamba ngehlathi letrophika lasemZantsi Melika, eBrazil kuphela. Ikomkhulu lawo likwiintaba zaseAndes ePeru, ekupheleni kwentshona yasemZantsi Melika uze urhibe wenjenjeya ukuya ngasempuma de uyekungena kulwandle lweAtlantic kufuphi ne-equator. Lo mlambo ngoyena wakhe wamkhulu ngokomthamo wamanzi awo. Ihambisa amanzi amaninzi kunalawo athwalwa yimilambo esibhozo elandela emva kwawo ngobukhulu idibene. I-Amazon inesitya sokuhluza amanzi esakhe sasikhulu emhlabeni. Ingamalunga nesihlanu sesiqingatha semilambo ebalekayo iyonke emhlabeni jikelele. Ngexesha lokuna kweemvula enyakeni, indawo zaseAmazon zibamanzi ngakumbi ngokumalunga nekm ngobubanzi babo. Ngenxa yobungakanani bayo, maxa wambi idbizwa njengo Mlambo-lwandle. yinkqubo yomlambo eyakhe yankulu kwihlabathi lonke jikelele, nangona ingengomlambo udlula yonke imilambo ngobude. Owona mlambo mde emhlabeni ngumlambo iNile. [1]

Ubungakanani nendlela yawo[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Isitya seAmazon, kunye nemilambo ebaluleke kakhulu. Nceda qaphela iiTocantini ziyinxalenye yesitya, nokokuba ayincedisani neAmazon

Yeminye yemilambo eyakhe yamide emhlabeni. Ziziintlobo ngeentlobo izifundo ezithe zabanjwa ngeenjongo zokuzama ukwenza umlinganiso wawo ochanekileyo. Njengoko izifundo zithe zaza namanani ahlukeneyo, kunzima ke ngoko ukunika elona nani lililo. Ubude nabo buyatshintsha ngexesha lemvula. Izifundo ezininzi ezenziwe eBrazil, eSpain naseChile zithi ngoyena mlambo mde emhlabeni, Mde nangaphezu kweNile. I-Nile ubude beNile bu ngama-6,571 eekm. IAmazon inganobude obungama-6,937 eekilometha, iyodlula iNile 140 yeekm ngobude.[2][3][4] Iphephandaba lemihlangemihla labantetho isiSpanish El País ubude balo bungama 6.850 eekhilomitha.[5] Oku kunokwenza okokuba ubemde ngeekhilomitha ezingama-40 kuneNile. Ngo2007, iingcali zasePeru naseBrazil zibale ubude bama-6,800 km.[6]

Isifundo esathi senziwa ngo1969 sithi iAmazon inobude obungama-6,448 eekm. Oku kwathi kwathi kwenziwa umlinganiselo wendawo yomlambo iApurimac. De kwangeminyaka yoo1970, kwakucingwa okokuba umlambo iMarañón kwakuyintsusa yeAmazon.

Indlela ehamba iinqanawa xa zisiya kushishina[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Iinqanawa ezinkulu zingadibana nomlambo Big ocean ships can get up the river until Manaus, which is almost 1500 kilometers from its mouth. Smaller ocean ships of 3,000 tons [7] and 7.9 m (26 ft) draft[8] can reach as far as Iquitos in Peru, 3,700 km (2,300 miles) from the sea. Smaller riverboats can reach 780 km (486 mi) higher as far as Actual Point. Beyond that, small boats frequently go up to the Pogo Ode Escherichia's, just above Actual Point.

Izalathiso[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

  1. Geography, History &; Alan Christopherson, M.S., Annette M. Walker, B.S. (2009) LIFEPAC 804N. 2nd Ave. E., Rock Rapids, IA 51246-1759: Alpha Omega publications pp. 19 to 20 
  2. Caderno Ciência, pág. 1, Folha de São Paulo, 3 July, 2008.
  3. Arce, Jean (1 May, 2007) "Amazonas supera o Nilo como rio mais longo, dizem cientistas" Uol (in Portuguese) retrieved 2008-05-11 
  4. Almeida, Maciel (16 May, 2007) "Amazonas é o rio mais extenso" O POVO (in Portuguese) archived from the original on 2007-09-27 retrieved 2008-11-05  Unknown parameter |citation= ignored (help);
  5. "El río más largo del mundo" El Pais June 16, 2007 
  6. "Amazon Longer Than Nile River, Scientists Say" National Geographic 2007 
  7. "Amazon - MSN Encarta" archived from the original on 2009-10-31 retrieved 2015-03-27 
  8. Peru port information

Other websites[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Amazon River