Umfazi

Livela
Umfazi ngumntu wasetyhini othi athande kwaye akhulise abantwana .Ebebanika ingqeqesho kwaye ebolula ekwabafundisa ngezinto ezenzekayo kwilizwe. Umfazi otshatileyo ukwangumama kwaye abengumfazi kwindoda leyo yakhe kwaye emphethe ngendlela elungileyo kwaye emthanda umyeni kwakunye nosapho lakwamyeni.
Indandatho okanye isifungo somtshato iringi ukutsho. Sisibonakaliso somntu otshatileyo. Esisifungo sibaluleke kakhulu emtshatweni kuba sibonisa uthando nobumbano olukhona.
Isinxibo sesintu sinxitywa xa utshata umtshato wesintu . Kukho iindidi ngendidi zezinxibo.