Ukungalingani (ngokwezibalo)

Livela
Ii-feasible regions ze-linear programming zichazwa njengengqokolela yee-inequalities.

Kwi - mathematics, i-inequality lunxulumano oludibanisa noluqinisa ubudlelwane phakathi kwee-values xa zithe zahlukana zaziintsalu. 

  • Uphawu olungu-ab kuthetha ukuthi u-a akalingani no-b.
Le ntetho ingasentla ayithi enye kwezi zimbini inkulu kunenye, kwaye ayizithelekisi nangobukhulu bazo.   

Ukuba kuye kwathi kanti ezi values kuthethwa ngazo zingamalungu engqokolela yamanani ekuthiwa yi-ordered set, efana nee-intergers okanye ii-real numbers, zisenokuthelekiswa ngokobukhulu bazo.

  • Uphawu olungu a < b luthetha okokuba u-a ungaphantsi ku-b
  • Uphawu olungu a > b luthetha okokuba u-a ungaphezulu okanye mkhulu kuno b
Kulo naliphi na icala kula mabini, u-a akalingani no-b. Obu budlelwane baziwa ngokuba bubonisa ukungalingani okungqingqwa nokungqalileyo. Umzekelo wobungqingqwa siwubonaxa sisithiu-a < b usengafundekangolu hlobo "u-a ungaphantsi ku-b ngaphandle kwamathandabuzo"

Ukanti ke xa sithelekisa nokungalingani okungqalileyo, kukho iintlobo ezimbini zobudlelwane obungekho ngqingqwa ezibonakalisa ukungalingani.  

  • Umbhalo othi ab uthetha okokuba u-a ungaphantsi/mncinane okanye ulingana no-b (okanye uyalingana, akakho ngaphezu kuka-b, or at most b); "not greater than" can also be represented by the symbol for "greater than" bisected by a vertical line, "not." (The unicode for ≤ is "U+ 2264".)
  • The notation ab means that a is greater than or equal to b (or, equivalently, not less than b, or at least b),; "not less than" can also be represented by the symbol for "less than" bisected by a vertical line, "not." (The unicode for ≥ is "U+ 2265".)

Kwinjineli yee-sciences,izinga eliphantsi lokusetyenziswa ngokusesikweni kombhalo kukucacisa okokuba i-quantity enye "inkulu ngakumbi" kunenye, eziqhele ukusetyenziswa zii-orders of magnitude eziliqela.

  • Umbhalo ongu-ab uthetha okokuba u-a mncinane ngakumbi ku-b. (Kodwa ke xa kuthethwa ngethyori yomlinganiselo, nangona kunjalo, lo mbhalo usetyenziselwa ukuqhubela phambili, uhlobo lwesigama olungaqhelekanga nolungenakuthelekiswa nanto).
  •  Umbhalo ongu-ab uthetha okokubau-a mkhulu ngakumbi kuno-b

Iimpawu[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Ezi ntlobo zokungalingani zilawulwa zezi mpawu zilandelayo. Zonke ke ezi mpawu ziyakuthi ukuze zivakale okanye zibambeke kuthi kanti endaweni yazo  zonke iintlobo zokungalingani okungekho ngqingwqa ezinjengezi (≤ and ≥) kubekwe oogxa bazo abangqingqwa abanjengaba (< and >)