UMargaret Msengana

Livela

UMargaret Singana (uMargaret Mcingana, wazalwa ngo1938 eQueenstown, kwiPhondo laseMpuma-Koloniwayeyimvumi yaseMzantsi Afrika. Ngeminyaka yo1950, wemka eQueenstown, iPhondo laseMpuma waye eGoli eyayisaya kuba kwiPhondo laseTransvaal, apho wathi waqeshwa waba ngumsebenzi wasemakhitshini.

Wathi xa kanye esacoca imizi yabantu ngabantu kwa'bhaqwa' okokuba ungubani na kanye uMargaret Msingana. Wayesoloko ecula ngeli lixa ecoca. Abaqeshi bakhe boneliseka kakhulu ngumculo wakhe de bamshicilela ngeli ecula baza bawathumela kwiinkampani zabashicileli-macwecwe iingoma zakhe. Abaqambi bengoma ethi Sponono, ebhalwe nguAlan Paton, bamnika indawo yakhe apho wayecula ikhorasi layo ngo1964.

Ngeminyaka yo1970 uSingana waqala ukuma ukucula ngemiqondiso. ngo1972 wenza iculo elithi "Good Feelings" kunye neband, eli cwecwe labamba indawo yesi-2 kwiLM Hit Parade endala. ngo1973, okaSingana wamenyezelwa njengemvumi eyinkokheli kwiculo elithi, Iphi intombi, kwathi ngokukhawuleza wazenzela udumo ngengoma ethi "Mama Tembu's Wedding". Ngo1977, ingoma yalo kaSingana ethi "I Never Loved a Man the Way I Loved You" yaba yetshisayo. Ngo1980 wahlaselwa sistroke and suffered from bad health for many years but, in 1986, she made a comeback with the song "We Are Growing", which was the theme song from the television series, Shaka Zulu.

Singana received many awards, including the 1976/1977 critics award from the British magazine, Music Week. She was known as "Lady Africa" in Southern Africa.