Jump to content

UBilly Ocean

Livela

UBilly Ocean (wazalwa enguLeslie Sebastian Charles; ngeyoMqungu ngomhla wama-21, ngo1950) ligcisa lomshicileli waseTrinidad naseTobago ongumBritane elinothotho zitshisayo eengoma zepop ye[R&B]] kwihlabathi ngeminyaka yee1970 kunye noo1980. Wayeyeyona mvumi nombhali wwaseBritane weR&B wakhe waduma kwiminyaka yoo1980. [1] After scoring his first four UK Top 20 successes, seven years passed before he accumulated a series of transatlantic successes, including three U.S. number ones.[1] In 1985, Ocean won the Grammy Award for Best Male R&B Vocal Performance for his worldwide hit, "Caribbean Queen", and in 1987 was nominated for the Brit Award for Best British Male.[2]

Ngo2002, iUniversity yase Westminster, eLondon, yamwonga lo kaOcean ngesidanga sokuba ngugqirha womculo. Ngo2010, uOcean wathiwa jize ngembeko yeNkqubela eBomini ngokuthi anikwe imbasa yeMOBO. Ngomhla wama-29 kweYekhala, ngo2011, uOcean waba ngumxhasi weziko leLiverpool elalizakubonisa ngobugcisa balo eqongeni, elinikwa nguSir Paul McCartney.[3] Ulilungu lentshukumo yeRastafari.[4]

  1. 1.0 1.1 Roberts, David (2006) British Hit Singles & Albums (19th ed.) London: Guinness World Records Limited pp. 402–403 ISBN 1-904994-10-5 
  2. "Billy Ocean BRITS Profile" Brits.co.uk archived from the original on 25 October 2014 retrieved 19 September 2014 
  3. "Billy Ocean will be named a LIPA companion by Paul McCartney this afternoon" liverpoolecho retrieved 19 September 2014 
  4. "Billy Ocean: 'Rastafari is my anchor'" Voice-online.co.uk archived from the original on 29 August 2014 retrieved 19 September 2014