Talk:IPhondo laseMpuma-Koloni

Page contents not supported in other languages.
Livela

Ndiyaqaphela ukuba nisebenzisa eligama lithi Mpuma-Koloni elivela ekutolikeni u-"Cape Colony". Ndibona ngathi asitoliki iyiyo le. Eyona ndlela yokutolika u"Eastern Cape" ngu "Mpuma-Kapa". Ingcambu zalempazamo ingathi sisiqhelo sabakudala sisalawulwa ngamaNgesi kwiKoloni iKapa,hayi ulwazi lwetoliki. Masiyilungise lempazamo apha kwiXhosapedia singaphindi izimbo zeSABC apha.

Unyanisile. Kudala wena siwuxoxa lo mcimbi kumaqonga esiXhosa nakwiinkomfa zolwimi lwesiXhosa,koko awude ube naziphumo. Kuwe ke ngoku, kutheni usithi IPhondo yaMpuma Koloni ngathi bekubhala umntu ongathethi siXhosa okanye kukho umntu otshintshe into obuyibhale ngendlela eyiyo? Kaloku liphondo leMpuma Koloni hayi u-yaMpuma Koloni.--Nceba 08:22, 11 Eyo Mdumba 2012 (UTC)