Kulapho izinze khona inkaba yam

Livela

KULAPHO IZINZE KHONA[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Ndandiyazi na kanene ukuba ndizobe ndilapha namhlanje? .Ngenxa yoba kwedinini into ka Mnyamana into enebala elimdaka kwedini yayikhona kwamandulo phaya ngelaxesha obawo mkhulu babethi bavuswe yimiqhagi ikhala ime phezu kwesibaya imise amaphiko ingathi iyaqhayisa.