Iscamtho

Livela

ISCAMTHOyenye yendidi zeelwimi eMzantsi Afrika.Apha eMzantsi Africa kukho iilwimi ezilithoba kodwa eli leleshumi kuba idibanisa zonke iindidi zeelwimi zalapha emzantsi Africa.Eli lilwimi ekudityaniswe iilwimi ezinintsi kodwa ikakhulu kufakwe iafricaans, isiSothokulo.Lisetyenziswa yimigulukudu okanye abantu abavela entolongweni ikakhulu kuba bengafuni ukuviwa ngabanye abantu xa bencokola ngezinto zabo.Iscamtho saziwa ngokuba yiTSOTSI TALLutsotsi ke ngumgulugudu,uTall yena uthathewe kwiAFRICAANSumele ulwimi.

Iscamtho lilwimi elingaqondakaliyo kuba lithethwa ngabantu abangaqondakaliyo.Abantu abalisebenzisayo balisebenzisa ngokuncokola izinto ezidibene necrime okanye iziyobisi into ebonisa ukuba isicamtho sisetyenziswa ngabantu abavela ezintolongweni apho kudibana khona iintlobo zentlobo zabantu ndiquka nabantu bangapha kwe cingo kuba ngabana ababandakanyeka kulwaphulo mthetho apha eMzantsi Africa.