Ingcinezelo e Mzantsi Afrika

Livela

kwiminyaka edlulileyo abantu abamhlophe ababesuka kumazwe angaphandle babefuna ukuthatha ilizwe labantu abamnyamangenxa yobutyebiobabugcwele kwilizwe labantu lwabantu abantsundu. bafika kweli baqhatha umzi ontsundu ngemali nangezipili bethatha imfuyo yabobekwabasusa nakwindawo abahlala kuzo kuba befuna umhlaba osulungekileyo wokutyala.babesiphethe kakubi isizwe sethu futhi babebulala abantu bethu bebabulalela izinto zabo.lo nto yadala intiyo nokungavani phakathi komzi ontsundu kanye nomzi omhlophe.