Iimvumi zaseMzantsi Africa
Ezikwelemimoya
[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]Iimvumi zaseMzantsi Afrika esele zalishiyayo eli nazi: UBrenda Nokuzola Fassie[1] (3 November 1964 – 9 May 2004)[2] wayeyimvumi yomculo onesingqi esithandwa ngamaAfrika eyayingahambisani kwaphela nenkqubo yocalu-calulo.[3] Ukungazibandezi kwakhe eqongeni kwamemnza waziwa njengomntu arned a reputation for "ongangenazintloni nongoyiki ngokoyikiswa".[4] Abalandeli bakhe bebembiza ngoMaBrrr, maxa wambi ubebizwa njengeqhawekazi lomculo wesingqi saseAfrika okanye bathi ngu"Madonna weelokishi". uMiriam Makeba; '''ULucky Philip Dube''' (ubizwa ngolu hlobodoo-beh)[5] (wazalwa ngomhla wesi-3 kukweyeThupha ngo1964 – wasweleka ngomhla we-18 kweyeDwarha ngo2007) eyimvumi yereggae neRastafarian yaseMzantsi Afrika. Washicilela amacwecwe angama-22 ngesiZulu, ngesiLungu nangesiBhulu kwisithuba esinganga-25 eminyaka kunjalo nje amacwecwe akhe ayengwawona macwecwe omculo wereggae awayethengiswa kakhulu eMzantsi Afrika. [6][7] UDube walinyazwa kwimizi yaseGoli eRosettenville ngokuhlwa kwangomhla we-18 kweyeDwarha ngo2007.[7][8][9] '''uLebo Mathosa''' (wazalwa ngo1977 - ngomhla wama-23 kweyeDwarha waza wasweleka ngo2006) wayeyimvumi yekwaito yasemzantsi Afrika. uBussie Mhlongo; [[uMagaret Singana {Mcingana}]]; uNana Coyote, Sfiso Ncwane.
- ↑ "Brenda Nokuzola Fassie" South African History Online retrieved 25 September 2014
- ↑ Wade, Kergan [[[:iThemplethi:Allmusic]] "Brenda Fassie: Biography"] Allmusic retrieved 20 August 2007
- ↑ Wyatt, Hugh (29 November 1990) "Anger at Injustice Fuels Brenda Fassie's Music" Chicago Tribue archived from the original on 28 October 2013 retrieved 18 January 2013
- ↑ The Madonna Of The Townships (Time Magazine)
- ↑ Fun Facts, luckydubemusic.com, Retrieved 19 October 2007
- ↑ Five facts about reggae star Lucky Dube, Reuters, 19 October 2007
- ↑ 7.0 7.1 S.Africa reggae icon shot and killed – radio, Reuters, 19 October 2007.
- ↑ Hijackers gun down Lucky Dube, News24.com, 19 October 2007
- ↑ S African reggae star shot dead, BBC News, 19 October 2000