I-Karate

From Wikipedia
(Redirected from I-karate)
Jump to: navigation, search
Naba abadlali balomdlalo besenza iKata

I-Karate okanye i-karate-do (空手道 okanye 唐手道) ngumhlalo osebenzisa iinyawo nezandla, ekuzikuseleni kwimigila mikhuba. I Karate ukufundisa izinto ezindinzi; okokuqala ilungisa isimilo somntu sebesesimeni isilungileyo, ikwenza ukwazi ukuziphatha.

I-Karate ngumhlalo osebenzisa iinyawo nezandla, ekuzikuseleni kwimigila mikhuba. I-Karate ukufundisa izinto ezindinzi; okokuqala ilungisa isimilo somntu sebesesimeni isilungileyo, ikwenza ukwazi ukuziphatha, ukwazi ukulawula imizwa yakho, iphinde ikufundise ulwimi lesiJapan.

Ingumhlalo onomhla kakhulu ebantwini abatsha nakubantu abadala, kuba yenza umzibha wakho ubekhaphukhaphu.


Personal tools
Namespaces

Variants
Actions
Navigation
Toolbox
Kwezinye Ilwimi