I-cannibalism

Livela
Umzekeliso we-cannibalism eBrazil, ngenkulungwane ye-16.

Kwi-zoology, i-cannibalism kuxa isilwanyana sizondla ngesinye isilwanyana esikwafana naso. Ukuzondla ngesilwanyana esifana kwaneso sizondlayo okanye singathi ukubonakalisa ubu-cannibalism yinto exhaphakileyo kwintlalo yendalo yezilwanyana kwaye li-1,500 lezilwanyana ezilolu hlobo eselithe lashicilelwa. [1] Oku akwenziwa kukushokoxeka kokutya okanye yindlala, njengoko bekukholelwa njalo ngaphambili, koko kuxhaphakile phantsi kweemeko zendalo kwiintlobo ngeentlobo zezilwanyana. [1][2][3] Cannibalism seems to be especially prevalent in aquatic communities, in which up to approximately 90% of the organisms engage in cannibalism at some point of the life cycle. Cannibalism is also not restricted to carnivorous species, but is commonly found in herbivores and detritivores. [2]

IReference[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

  1. 1.0 1.1 G. A. Polis, The evolution and dynamics of intraspecific predation. Annual Review of Ecology and Systematics 12, 225-251 (1981).
  2. 2.0 2.1 Laurel R. Fox, Cannibalism in natural populations. Annual Review of Ecology and Systematics 6, 87-106 (1975).
  3. M. A. Elgar and B. J. (eds) Crespi, Cannibalism: Ecology and evolution among diverse taxa. (Oxford University Press, New York, 1992).