I-integer

Livela

Ii-integers ngamanani angobunjalo bawo kunye nee-negatives zawo. Nazi ezinye zazo ii-integers:

{...-4, -3, -2, -1, 0, +1, +2, +3, +4,...}\,\!

u-Zero naye uyi-integer kodwa akakho-positive engekho na-negative. i-"integer" ligama elithetha into enye neli lithi ngokupheleleyo.o- I-integer linani eli-rational nelingena"fraction", okanye inxalenye yayo. I-integer linani eliyi-decimal nabo bonke oo-zero emva kwesahluleli se-decimal. (umzekelo, i-integer 17 iyafana nedecimal 17.0 okanye 17.0000.)

I-integer isoloko ilandelwa linani elincinane nelikhulu. Akukho integer ekuthiwa yeyona yakhe yancinane, kungekho na-integer kungathiwa yeyona inkulu. I-inteher nganye ingasuka ibenkulu kunenye, okanye suke ilingane nenye, okanye inencinane kunenye. Ii-Consecutive integers zezi zilanela emva kwezinye, njengo{3, 4, 5, 6.}\,\!

Xa zidityanisiwe ii-intergers kuphuma i-integer enye. Umahluko phakathi kwee-integers yi-integer. Isiqhamo esiphuma xa kuphinda-phindwe ii-integers yi-integer. (Umzekelo, (12 + 2345 x (67 - 8) ) x 9 yi-integer.) i-integer eyahlulwa-hlulwe ngenye i-integer ayibi yi-integer ngamanye amaxesha. (Umzekelo, 123 / 45 is not a integer.)

\mathbf{Z} or \mathbb{Z} ligamama lengqokolela yee-interger. (\mathbf{Z}, +, 0) liqela le-abelian.

Inani lee-integers alinasiphelo. The cardinal number of \mathbf{Z} is \aleph_0. The ordinal number of \mathbf{Z} is ^*\omega + \omega.