I-Transmission medium

Livela
 Izinga eliphezulu lefuthe kwingcingo ekuhamba kuzo umbane

A I-transmission medium yimizila yokuhamba konxibelelwano  (eyi-solid eqinileyo, eyi-liquid engamanzi, i-gas engumoya, okanye i-plasma) esetyenziswa ukuhambisa i-energy. Umzekelo, i-transmission medium ehambisa izandi ngomoya. Kodwa isandi sisenokuhanjiswa ngezinto qinileyo ezijiyileyo (eziyi-solid) nezingamanzi (ezizii-liquids). Ucingo lungahambisa ii-electrons ngokohlobo lombane (i-lectricity). Zikho izinto ezilungileyo nezi  ngalunganga kwi-transmission medium nganye.[1] Ezi ke zizinto ezifana ne-cost, i-bandwidth (okanye kujongwe ngazo okokuba ingaba ingakanani na le nto kufuneka ihanjisiwe) , Isantya sokuhanjiswa  kwento kunye ne-scope.

Intetho ehanjiswa  ngeengcingo[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

IIngcingo (ii-cables) ezihamba ngambini ezibhijeleneyo

Izinto ezibonakalayo eziyindlela yokuhamba komyalezo: ziingcingo okanye ii-cables ezisetyenziswa ukuxhumanisa ii-devices ezimbini nangaphezulu. Ezi ke isenokuba zii-twisted pair, ii-coaxial kunye nee-fiber optic cables. Ii-twisted pair cables zazisaya kusetyenziswa kwiingcingo zeefowuni kudala. Kodwa zisasetyenzeswa kakhulu nangoku kubuxhakaxhaka beenkatha zeengcingo nakweminye imisebenzi. zibizwa ngokuba zii-twisted pair cables kuba zineengcingo ezincinane nezibhityileyo ekuthiwa zii-insulated wires. Ezi ngcingo ke zijikelezene ngokuphinyelana kwi- balanced circuit. Ii-twisted pair cables zinganeengcingo ezihamba ngambini ezingama- 4200.   [2]

Amanye amaphepha anxulumene neli[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Imithombo[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

  1. Gilbert Held, Ethernet Networks: Design, Implementation, Operation, Management (London; New York: Wiley, 2003), p. 22
  2. Tamara Dean, Network+ Guide to Networks (Cambridge, MA: Course Technology, Thomson Learning, 2000), p 100