Cida City Campus

From Wikipedia
Jump to: navigation, search

ICida City Campus yi dyunivesiti enika abantu imfundo yamahala. Ijolise kakhulu kubafundi abaphuma kwinginqi ezihluphekayo. ECida ufunda kakhulu nge zoqoqosho, ngezimali nangokuthengisa. Kulapho abafundi bafumana amathuba abazange baphuphe ngawo amathuba afana nokuya ngaphesheya kolwadlwe nokuphangela kwikampani eziphezulu.